Title
eng Utitshala Ngokumsinya (ISIG_1885-01-01_i018)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Rev. Smith, J.
SubType of Article
eng Job Opportunities
Language
Locations Mentioned
eng Aliwal North
Date
1 December 1884
Newspaper Code
eng ISIG_1885-01-01
Identifier
eng ISIG_1885-01-01_i018
Word Count
eng 48
Print Page
eng ISIG_1885-01-01_p008
Page Spread
eng 8.2
Start Page of Article
eng 8
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
KUFUNEKA. e Aliwal North, kwisikolo sehlelo lama Wesile, eli Iona kutiwa yi ' Primitive Methodist,' ititshala indoda engu Mkristu. Ngokwase mvuzweni yonikwa umvuzo onobom. Ongaba ke ngoko uyayinqwenela indawo leyo. wotumela ngencwadi, atumele kunye neziqiniselo angaba unazo, azise kwanendawo apo kungafunyanwa kona ingxelo ngaye xa ngaba iyanqweneleka ku