Title
eng Izaziso Ze Manti; Edikeni (ISIG_1885-02-02_i013)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Harris Pugh
SubType of Article
eng Law Services
Language
Locations Mentioned
eng Dikeni
Date
14 January 1885
Newspaper Code
eng ISIG_1885-02-02
Identifier
eng ISIG_1885-02-02_i013
Word Count
eng 74
Print Page
eng ISIG_1885-02-02_p008
Page Spread
eng 8.1
Start Page of Article
eng 8
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
uRULUMENTE londawo yalemali ininzi kangaka ingekarolwa, uyitukutezele kunene, le ke yamasimi neziza, kwesi sitili ease Victoria East. Abantu abanamaaitni neziza, bayacelwa ukuba bayirole lemali xa aukuba ixa emiselwe ukurolwa ngalo lifikileyo. Izibonda zonke ezipete imizi ziyacelwa ukwenza yonke imigudu yokuba eso sitete nabantu baso, sibaqondisa ngawd lomteto wesi saziso. Lomali ke yomnyaka odluleyo 1884, siteta nje selifuneka, yaye ke nokuba sekuteni, ifuneka iroliwe yonke, pambi kwa 31 ka March lo walo nyaka sinawo, ukuze abantu bangasanyanishwa.