Title
eng Ipepa Lendabe Le Sisutu (ISIG_1885-02-02_i016)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Rev. Mabille, A.
SubType of Article
eng Newspaper Payment
Language
Locations Mentioned
eng Basutoland
Date
29 November 1884
Newspaper Code
eng ISIG_1885-02-02
Identifier
eng ISIG_1885-02-02_i016
Word Count
eng 70
Print Page
eng ISIG_1885-02-02_p008
Page Spread
eng 8.2
Start Page of Article
eng 8
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
IPEPA lendaba elingenteto yesi Sutu, ekutiwa ukubizwa kwalo yi ' Leselinycma ' lenyanga zonke, lishicilelwa ngesishicilelo saba Fundisi e Monjah, kwela Besutu, malu- ngana nolokuqala enyangeni. Lirolelwa isheleni zone ngonyaka (4s.), ekuti ke kananjalo zonke inyanga malu- ngana nolwe shumi elinesihlanu, kubeko isiqendwana esishicilelwayo kwa ukwandisa Iona ke, sona sibe zisheleni zombini ngomnyaka (2s). Bonke abateta lonteto e Koloni apa nangapandle bayacelwa ukuba batabate elopepa, batu- mele amagama abo ku