Title
eng Njengokuba Mna Solomon Moni Baba (ISIG_1885-02-02_i019)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Baba, Solomon M.
SubType of Article
eng Marriage
Language
Locations Mentioned
eng Kentani
Date
12 December 1884
Newspaper Code
eng ISIG_1885-02-02
Identifier
eng ISIG_1885-02-02_i019
Word Count
eng 117
Print Page
eng ISIG_1885-02-02_p008
Page Spread
eng 8.2
Start Page of Article
eng 8
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
NJENGOKUBA mna SOLOMON MONI BABA, ndenzayo isicelo pambi kwe Nkulu ye Mantyi esabambileyo e ntlambe, Transkei, ngosuku Iwe 27 August, 1884 ; ukuba umtsha- to obupakati kwam nomfazi warn, u MARTHA MONI BABA, uqaulwe ngenxa yokundishiya mna ndoda yake, ngolunya nangokurexeza, kwaza kwamiswa ukuba ityala litetwe e Ntla¬mbe ngosuku Iwe 22 October, 1884, nje ngobizo ngesaziso olwabonakalayo e Sigidimini sika 15 September, 1884:—N diyazisa ke ngoku kuzo zonke izihlobo zam, nezika MARTHA M. BABA, nabanye abantu, ukuba ngesigwebo sika Capt. M. S. Blyth, C.M.G.. Inkulu ye Mantyi e Ntlambe, Transkei, esiwise ngosuku Iwe 11 December, lb84,—Umtshato obubope mna no MARTHA STOFFEL SONTO uqaulwe; nokokuba kusukela ngalomini amatyala angeniswayo ngu MARTHA S. SONTO lowo egameni lam anditeni ngawd.