Title
eng Izigebenga Zabafundi (ISIG_1885-04-01_i007)
Found in Newspaper
Article Type
xho Letter
Author of Article
eng J.M
SubType of Article
eng Accidents
Language
Locations Mentioned
eng Clarkbury
Date
16 March 1885
Newspaper Code
eng ISIG_1885-04-01
Identifier
eng ISIG_1885-04-01_i007
Word Count
eng 94
Print Page
eng ISIG_1885-04-01_p008
Page Spread
eng 8.1
Start Page of Article
eng 8
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
Clarkbury Institution, March 16, 1885. MR. EDITOR,—Kawundifakele lemigcana embalwa kweso Sigidimi samanene. Kute ngomhla. we 12 ngokuhlwa emva ko 8 o'clock, omnye wo titshala xa agodukayo esiya endlwini yake, kanti mntu ndini selelalelwe ngamatye, weva sekusitsho isipango samatye pezu kwake ; wanga anganyamezela kwabonakala ukuba uyafa ngamatye, waguqula naye walwa, wabagxota. Cebetshu ukumkumla amazinyo ngembokotwe, kodwa ngofefe Iuka Tixo wasinda. Isitatu soku nasi—lo titshala kutiwa uqinisa imiteto, uyenza nzima, akabavumeli ukuba baye e steshonini, nase mitshatweni ngokuhlwa. Lakangelwa ko elotyala, kwabonakala ukuba u William Nkoko, Petros Siyongwane, John Mlalandle, Charles Tukwayo, Samuel Madubela mabagxotwe kulomzi.