Title
eng W.O Carter & Co (IMVO_1885-01-19_i004)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Carter, W.O.
SubType of Article
eng Food
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Qonce
Newspaper Code
eng IMVO_1885-01-19
Identifier
eng IMVO_1885-01-19_i004
Word Count
eng 85
Print Page
eng IMVO_1885-01-19_p001
Page Spread
eng 1.2
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
Kwikundla ka Makeleni, e-Qonce. (Maclean Square). Yizani kuhlola impahla. Akabizwa nto ubani ngokuhlola ! Iswekile (eyona isabiso lipantsi kulomzi. Isepa, Uhlobo olutsha olulungekunene Inkumtye, nezipato zazo, intlobo ezingadli kubonwa. Inkumtye ezinkulu (basins) ne pleti, njalo njalo. Ikeleko ne Printi ezidlulise- leyo Ibulukwe zekodi nezoboya zentlobo zonke. Ibatyi, ne ndulu-batyi. Umgubo, nombona ngamaxabiso anikwa emarikeni. Imikala netuma zamahashe (engonoxesha). Lempahla ingentla, okanye nto yonke eningayinqwenelayo ninokuyi- fumana tsliipu ifanelekile ezitoreni zetu.P.S. — Uboya, Izikumba zenkomo, neze mpahla em- futshane, zitengwa apa. — PAULA. — Izicaka ezifuna umsebenzi zingeza apa, kuba sine- ncwadi ati onke amaledi afuna abantu azise kuyo.