Title
eng Bonisani (ISIG_1885-02-02_i018)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
SubType of Article
eng Missing Livestock
eng Lost Property
Language
Newspaper Code
eng ISIG_1885-02-02
Identifier
eng ISIG_1885-02-02_i018
Word Count
eng 72
Print Page
eng ISIG_1885-02-02_p008
Page Spread
eng 8.2
Start Page of Article
eng 8
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
BONISANI U BOOT SOBEKWA, obehlala e Somerset wangu Mvangeli, emva koko waya kuba yi titshalae, Whitmos Station, kufupi ne Cradock, wemka apo waya e Kimberley, Diamond Fields, apo siva ukuba ubesebenza kum Lungu u Mr. Goodchild. Uzilahlekile izihlobo zake. Kwabe kuvakala ulure lokuba akaseko elizweni. Bonisani nina balapo e Dayimani ati onento ayaziyo ngaye, abalele umkake ngokumsinya u Mrs. LEAH SOBE¬KWA, e Somerset East, ati mhlayimbi azise u MHEEBI we Sigidimi, e Lovedale.