Title
eng Impendulo (ISIG_1885-04-01_i012)
Found in Newspaper
Article Type
xho Letter
Author of Article
eng Blyth, Matt
SubType of Article
eng Meeting
Language
Locations Mentioned
eng Transkei
Date
10 January 1884
Newspaper Code
eng ISIG_1885-04-01
Identifier
eng ISIG_1885-04-01_i012
Word Count
eng 48
Print Page
eng ISIG_1885-04-01_p008
Page Spread
eng 8.2
Start Page of Article
eng 8
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
Incwadi yako yosuku Iwe 6 kule nyanga, egameni le Ntlanganiso yama Ngqika yokuqubela pambili Inkutalo, ifikile kum. Ngoku ke ndifuna ukuba niqiniseke ukuba nokuba yiyipina imizamo namalinga awenziwayo okunyusa, nokukanyisela uhlanga oluntsundu, aya kuzuza uxaso Iwam ngokukulu. Ndingavuya ukuhlangana nawe, namanye amalungu entlanganiso yenu, nditete nani nge ntlanganiso.