Title
eng Kaunqumame Funda Apa! (IMVO_1885-01-19_i009)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Booth, W.
SubType of Article
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Sautana
Newspaper Code
eng IMVO_1885-01-19
Identifier
eng IMVO_1885-01-19_i009
Word Count
eng 82
Print Page
eng IMVO_1885-01-19_p001
Page Spread
eng 1.3
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 3
Coder
eng Sipile Nqiyama
u W. BOOTH, Uyakutabata ekuqaleni konyaka yonke ivenkile ebi- petwe nge Mr. F. FENNELL. E-Sautana, Kwela Mamfengu Njengokuba u Mr. FENNELL eminyaka ilishumi lin- mibini nje ubenga sayikulishiya i Sautana nendoda angayi tembileyo. Uyakutenga zonke izinto ezinjengezo ziveliswa ngu- mhlaba: noboya, nezikumba, njalo njalo, njalo njalo, ngamanani apezulu anokunikwa napina kwelo la Ma- mfengu. Ukuba ufuna impahla entsha efanelekileyo neyanelisa umxelo ngomnyaka omtsha yiya ku. W. BOOTH, e-Sautana. Impahla ayakuyigcina yenyulwe nganyameko nga madoda akwaziyo ukwenjenjalo. Itengiswa yonke ngamanani anikwa e-Qonce. Kumbulani u W. BOOTH, e-Sautana, emva kwe Nibidyala.