Title
eng Ukububa (IMVO_1885-07-01_i031)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
SubType of Article
eng Deaths
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-07-01
Identifier
eng IMVO_1885-07-01_i031
Word Count
eng 30
Print Page
eng IMVO_1885-07-01_p004
Page Spread
eng 4.4
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 4
Coder
eng Sipile Nqiyama
UKUBA U ' Piet Qongqo ' wase Mnyolo ema Qwatini, akezi kuyikulula inqwelo yake (Buck-wagon) kwa Mayeza Myengeza emQonci iyakutengisa nge 18th July, ukubatala inxamleko. PHILIP ROZANI, Omele u Mayeza Myengeza