Title
eng Pos'iso Apo Bo (IMVO_1885-01-26_i002)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Boxall, E.J.
SubType of Article
eng Blankets
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Qonce
Newspaper Code
eng IMVO_1885-01-26
Identifier
eng IMVO_1885-01-26_i002
Word Count
eng 40
Print Page
eng IMVO_1885-01-26_p001
Page Spread
eng 1.1
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
Umsiki wentlobo zonke ezifunwayo zengubo, *No. 22, SMITH STREET* E - Q O N C E. Uhlala enento eninzi yezitofu ezifanelekileyo neziluhlaza apa bo.Ingubo zomtshato zenziwa ngokokufuma komntu kwisituba se yure ezilishumi.Uhlobo ezenziwa ngalo nokufaneleka kwazo akunakugxekwa bani. Paula—Intsebenzo yonke iqutywa ndlwini 'nye.