Title
eng Irafu Ye Ndlela (IMVO_1885-01-26_i004)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Fuller, H.T.
SubType of Article
eng Tax
Language
Locations Mentioned
eng Qonce
Date
21 January 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-01-26
Identifier
eng IMVO_1885-01-26_i004
Word Count
eng 106
Print Page
eng IMVO_1885-01-26_p001
Page Spread
eng 1.2
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
Isaziso kuye wonke esimfaneleyo. Ngesigqibo se Gqugula elipete Imicimbi yesiqingata. ABO abangekaziroli irafu zabo zendlela bazingenise kwi Council, bayaziswa ukuba bazinikele kwisituba senyanga enye, kususela |kwolusuku lwesisaziso—ekotike e- mva kweloxesha, abo abangekaba- tali amagama abo anikelwe kwi gqweta le Council, eya kuba liloke eliya kuzibuta ezo rafu ngokwa semtetweni xa kuya kunqweneleka lenjenjalo. Irafu zendlela zifuneka zibatale- lwe yonke imihlaba ne mpahla ekwesi Siqingata, elunge kulowo nalo- wo ngamnye, kubatalelwe nemihla- ba eqeshwe kwa Rulumente, noku- bana ngoqeshe ku Rulumente nge- siqu akukataleleki, olapo emhlabeni ngeloxesha makawubatalele; kufu- nekake nayo ibatalwe kwi ofisi ye Divisional Council emva kokuba lixeliwe inani emalihlaulwe ngonya- ka ekungayikubuye kuxelwe nga- kumbi ke. Ngomyalelo