Title
eng W.O Carter & Co (IMVO_1885-01-26_i015)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Carter, W.O.
SubType of Article
eng Clothes
eng Wool
eng Animal Skin
Language
Locations Mentioned
eng Qonce
Newspaper Code
eng IMVO_1885-01-26
Identifier
eng IMVO_1885-01-26_i015
Word Count
eng 84
Print Page
eng IMVO_1885-01-26_p002
Page Spread
eng 2.1
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
Kwikundla ka Makeleni, e-Qonce. (Maclean Square). Yizani kuhlola impahla. Akabizwa nto ubani ngokuhlola! Iswekile (eyona ixabiso lipantsi kulomzi. Isepa, Uhlobo olutsha olulungekunene Inkumtye, nezipato zazo, intlobo ezingadli kubonwa. Inkumtye ezinkulu (basins) ne pleti, njalo njalo. Ikeleko ne Printi ezidlulise- leyo Ibulukwe zekodi nezoboya zentlobo zonke. Ibatyi, ne ndulu-batyi. Umgubo, nombona ngamaxabiso anikwa emarikeni. Imikala netuma zamahashe (engonoxesba). Lempahla ingentla, okanye nto yonke eningayinqwenelayo ninokuyi- fumana tshipu ifanelekile ezitoreni zetu. P.S. — Uboya, Izikumba zenkomo, neze mpahla em- futshane, zitengwa apa. PAULA. — Izicaka ezifuna umsebenzi zingeza apa, kuba sine- ncwadi ati onke amaledi afuna abantu azise kuyo.