Title
eng I Almanak Ye Mvo Ye 1885 (IMVO_1885-01-26_i026)
Found in Newspaper
Article Type
xho Editorial
SubType of Article
eng Abstract
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-01-26
Identifier
eng IMVO_1885-01-26_i026
Word Count
eng 136
Print Page
eng IMVO_1885-01-26_p003
Page Spread
eng 3.3
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 3
Coder
eng Sipile Nqiyama
Naso ke mzi Isalatisa-maxesha salo- nyaka we 1885, esininika ibaso lo Nyaka Omtsha kunye nelanamhla ipepa. Ukuba besingaxaswe zinkozo zenu ngesiba asinako ukuninika elibaso le Almanak eyeyokuqala, kokwetu ukwazi, ngenteto yakowetu. Kambe yinto encanyatiselwa elongweni lendlu ime kona unyaka wonke ukuze ikwalatise imihla yenyanga neziganeko zemihla engapambili. Ama- shishini ododana oluntsundu ayakuxa- swa ngabantsundu ngokwabo ukuze eme, nangalonyaka sixaswe ngokungapezulu sinokubenzela abalesi bepepa into ezintle. Kunanina akuti umlesi ngamnye abe ngumamkeli (obatalayo) wepepa eli? Sibanqwenelela abamkeli belipepa kunye nesisipo Umnyaka we- mvula nentsikelelo! WHILE more boys are born than girls it is a fact there is a surplus of female popula¬tion. It is easily accounted for. Fooling with toy pistole, playing baseball, and falling off cherry trees, all boyish pastimes, are six times more hazardous than wearing corsets and jumping the rope 500 times in one innings