Title
eng Kangela Apa (IMVO_1885-02-02_i004)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Mrs Steinmetz
SubType of Article
eng Food
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Jaggersfontein
Newspaper Code
eng IMVO_1885-02-02
Identifier
eng IMVO_1885-02-02_i004
Word Count
eng 82
Print Page
eng IMVO_1885-02-02_p001
Page Spread
eng 1.1
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
Umhlobo wenu u Mrs. STEINMETZ, JAGERSFONTEIN, O.F.S . Ovenkile ipambi kwe Kantoor, uyazisa ukuba ivenkile yake usandukuyilungisa wayandisa. Ininzi impahla entsha efikileyo. Yonke impahla yalevenkile ngoku ihlisiwe emananini. Yiyona venkile itengelayo e-Jagersfontein. Inempahla zentlobo zonke zamadoda nomankazana. Ngena ngapakati uzibonele. IBULUKWE zokusebenza nezokavata ziyalala. Ibatyi, Ihempe, Iminqwazi, Imibalo, kunye nezihlangu, &c Intlobo zonke zokutya ziko. Iswekile nekofu elungileyo. Umbona, Namazimba. Kwindlu yokubaka kwe- nziwa intlobo zonke zezonka. Ozikook, Nesonka-Somtshato. Yiyona Bakbuis inezonka ezilungileyo. Kuko Nendlu ecokisekileyo yokudlela. Izixaso zifunyanwa amaxa onke. (Akutengiswa tywala). Qonda.— Impahla yalevenkile ilunge (i good koop) yonke.