Title
eng Irafu Ye Ndlela (IMVO_1885-02-02_i007)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Fuller, H.T.
SubType of Article
eng Tax
Language
Locations Mentioned
eng Qonce
Date
21 January 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-02-02
Identifier
eng IMVO_1885-02-02_i007
Word Count
eng 96
Print Page
eng IMVO_1885-02-02_p001
Page Spread
eng 1.2
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
Isaziso kuye wonke esimfaneleyo. Ngesigqibo se Gqugula eli- pete Imicimbi yesiqingata. ABO abangekaziroli irafu zabo zendlela bazingenise kwi Council, bayaziswa ukuba bazinikele kwisituba senyanga enye, kususela kwolusuku lwesisaziso—ekotike emva kweloxesha, abo abangekabatali amagama abo anikelwe kwi gqweta le Council, eya kuba liloke eliya kuzibuta ezo rafu ngokwa semtetweni xa kuya kunqweneleka lenjenjalo. Irafu zendlela zifuneka zibatalelwe yonke imihlaba ne mpahla ekwesi Siqingata, elunge kulowo nalowo ngamnye, kubatalelwe nemihlaba eqeshwe kwa Rulumente, nokubana ngoqeshe ku Rulumente ngesiqu akukataleleki, olapo emhlabeni ngeloxesha makawubatalele; kufunekake nayo ibatalwe kwi ofisi ye Divisional Council emva kokuba lixeliwe inani emalihlaulwe ngonyaka ekungayikubuye kuxelwe ngakumbi ke.