Title
eng Abatshatileyo (IMVO_1885-02-09_i012)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
SubType of Article
eng Marriage
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-02-09
Identifier
eng IMVO_1885-02-09_i012
Word Count
eng 34
Print Page
eng IMVO_1885-02-09_p001
Page Spread
eng 1.2
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
ETYITYABA (ngase lwandle), kummandla wase Ngqushwa ngo 27 January, 1885, kutshatiswe ngu Rev. Edwin Gedye, wase Durban Engqushwa, U-JOHN TENGO- JABAVU, wase Qonce, no ELLDA intombi epakati ka Rev. James Benjamin Sakuba wakwa Tuku.