Title
eng W.O Carter & Co (IMVO_1885-02-09_i024)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Carter, W.O.
SubType of Article
eng Food
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Qonce
Newspaper Code
eng IMVO_1885-02-09
Identifier
eng IMVO_1885-02-09_i024
Word Count
eng 82
Print Page
eng IMVO_1885-02-09_p002
Page Spread
eng 2.2
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
Kwikundla ka Makeleni, e-Q,once. (Maclean Square). Yizani kuhlola impahla. Akabizwa nto ubani ngokuhlola! Iswekile (eyona ixabiso lipantsi kulomzi. Isepa, Uhlobo olutsha olulungekunene Inkumtye, nezipato zazo, intlobo ezingadli kubonwa Inkumtye ezinkulu (basins) ne pleti njalo njalo Ikeleko ne Printi ezidluliseleyo Ibulukwe zekodi nezoboya zentlobo zonke. Ibatyi, ne ndulu-batyi. Umgubo, nombona ngamaxabiso anikwa emarikeni. Imikala netuma zamahashe (engonoxesha). Lempahla ingentla, okanye nto yonke eningayinqwenelayo ninokuyifumana tshipu ifanelekile ezitoreni zetu. P.S. -- Uboya, Izikumba zenkomo, neze mpahla emfutshane, zitengwa apa. PAULA. — Izicaka ezifuna unisebenzi zingeza apa, kuba sinencwadi ati onke amaledi afuna abantu, azise kuyo.