Title
eng Amanqaku (IMVO_1885-02-16_i023)
Found in Newspaper
Article Type
xho Article
SubType of Article
eng News Summary
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-02-16
Identifier
eng IMVO_1885-02-16_i023
Word Count
eng 659
Print Page
eng IMVO_1885-02-16_p003
Page Spread
eng 3.1-3.2
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 1
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
UMHLOBO wetu i-Telegraph yase Bayi ufika vena lenteto ka Mr. Makiwane ayi- kangele ngohlobo Iwake yedwa olunge- nakulandelwa, enjenje. ' Kuninzi ku- hlobo lokuma kwayo lenteto okusifundi- sayo, kwaye kukwakuninzi nokusicubu- Uyo ; akukuninzi okungagxekwayo, ku- lonje kuncinane oko kubanga umsi- do kwanokungafuna ukuba kucaswe. Elinene lintsundu, kuba ngokwenyaniso ubale kanye njengoko lento ilinene ifa- nele ukwenjenjalo ukubala into yokuba ifundwe ngamanye, ekungakatalekiyo nokubana lomfo selede wamnyama nga- ngokuba ide iti eyona lote-peni iyemnya- ma ezi kutiwa ngo B.B., kwakubalwa ngayo entlonzeni ishiye kumhlope—eli- nene lintsundu libonisa ukumangaliswa kwalo kukude kucitwe kangaka amandla, umonde, ukufunda kwanobushushu, yo- nke lonto kupela icitelwa ukuba kuze kuboniswa ukuba ama Africa Antsundu aluhlanga olweyekileyo. Ufike ati ku- nganina gxebe ukude kutatyatwe inya- meko engaka yokufuna ukuba kuze kucaca lonto, into eyakuti nokubana ide ke yacaca njalo kuze knngabiko nto yona iya kwenza yona. Ufike ati akuko na- wupina ontsundu ongapambeneyo, onga- bulandulayo ubukulu besizwe sase Mlu- ngwini, esingongaine kwezintsundu intla- nga zodwa, koko songame nakwezama- nye amazwe. Ngoku ngapezulu ufike abeke inyaniso ebukulu bungenakuli- nganiswa nayimbi, yokuba imbangi yokuhamba kancinane kangaka yesininzi sabamnyama, kungenxa yokungaka- talelwa Into kwento yokufundisa intombi. Uqekela ati inqwitela ezintlitantlita isi- milo kwanentlalo yomfana ontsundu, osukuba engofundisiweyo zinkulu nga- ngokuba ade ave ezibuze ngelokuba ' Asi- nkohlakalona kodwa ukulumnka oku '— xake siteta mayelana nobulurnnko be- ncwadi. Ufike ati enyanisile kona—apa siwatabata amazwi ake njengoko anjalo —' Ndite emva kwengcinga ebanzi neye- ndelo ndeza kuleneam yokuba amadoda¬na akowetu akalufumani uvelwano nga- ngoko bekufanele ukuba njalo ; yaye into engummangaliso ikukuba ide ibe kuseko inani elaxatise kwaxatiseka. Isivavanyo sinamandla oqwitela. Esam isimo asifa- nanga nesamanye amadodana akowetu, azikolisanga kundifikela inqwitela zolu- hlobo nditeta Iona; kodwa nditi ndaku- yikangela into abadlule kuyo abanyendi- ze kweliti akuko sizatu sakuncama. Ewe ekupengululeni kwam ndifumene ukuba amadodana amhlope ake abe sesi- cengeni salentlalo yetu akabanga naku- ma onke; nokuba inani lawati asilelelwa alilincinane.' Kulusizi kuti noko ukubona ukuba kwinteto yalombali kuko noko indawo yokubonakalisa intiyo nokunganeliswa. Intshaba zona zose zisiti oku kupuma kwimpembelelo yabafundisiweyo. Ema- kubeke kuko isheyi elikoyo. Kodwake kuko enye into ekoyo eyiyimbi, esifuna ke tina ukuyikangela ngeso lengqondo, lendawo imnandi kangaka, nakuba iye- nzima. Ukuze ivakale masiti, iqekeza eli lesonta alilungilena kunokuba unga- bisaba nasonka kanye? Akungenyuli uncwalazi okungekwani yinina kune- ntsunguzi yobusuku? U-Mxosa nokuba utiwe futu kuhle kodwa akagqitile yinina kwinyongolo yeqaba? Singapikike na- inagqwidigqwidi angaba uyawenza u-Mr. Makiwane, kona yindoda, umfo ocinga- yo, onokuyilandela into, ayenzele amafa- ni, ayenze kananjalo. Masitike kuye ngoko nakwabo bacinga njengaye maba- luve lunjengoko lunjalo uhlanga oluntsu- ndu, bati lomazwi azekelise ngawo, no¬kubana ingaba akawandeliselanga nje- ngoko ebefanele, enzeke njengoko anjalo : ' Lento umsebenzi asimfuneko kodwa, koko ibumnandi.' Ngokwenyaniso ubu- buntu kanye; kawuwukwelelise, uwu- tshabalalise, isizukulwana sika 'Adam so- suka siti gongqo ekufeni.' Leke yimfa- nelo yetu sonke ngabanye, esoti sakuda siyifeze kuhle kuzole konke. ABAFUNDI betu abanakuba babe sebe- yilibele inteto eyaka yabonakala kwelipe- pa, eyayingo ' Guquguqulo,' esakanka- nya kuyo apo ukuswela uA-waneliswa kwetu sisigqibo esinengozi pakati sika Rulumente, ngokusuka aqepule isiqendu- kazi esikulu Kumhlaba wase Gala aye asinyanzele kowase Sidutyini, ulwanezo Kowase Sidutyini Ke olo olwapelela eKu- jokeni kokungatobelini-mteto. Umbale- li wetu obalulekileyo ose Sidutyini apo ' uhle wasisondela' Kwincwadi ebona- Kele Kwipepa letu elidluleyo apoke afise atete ngohlobo abozibonela ngokwabo encwadini yake apo, abatanda ukuyetyi- sa lonteto. INDAWO ebesikangele Kuyo tina eicu- yenzeni Kwetu lonteto ngokusingisele Kulomhlaba Ka Matanzima otatyatwe wa- fakwa e-Sidutyini, ibikukufuna UKU- bonisa imposiso emayelana nokuba bati abantu abase rwada abasebupakupaku Kwezizinto zase mlungwini, bangeniswe Kwicala abayaKuti xa bakulo bahlalelane gama ne Mantyi yabo. Bobona abayifu- ndileyo incwadi leyo yombaleli wetu ukuba Iona uguquguqulo olo akaluka- nyeleli ukuba lube lufanele ukwenziwa. Ufike amandla ake anawo angebuzwe bani awacitele ekuboniseni ubunyaniso bobuKo bemposiso esekuhleni nede ya- gqita emgceni eyenziwe ngu Rulumente welilizwe yokusuka avumele intlobo- ntlobo zamasiko Kwindawo nge- ndawo, ngokwenani lendawo ezilunge Kwelocala, eKupateni aba Ntsundu. Si- vumelaneKe naye Kwelo. Ukuba inya¬niso zimi njengoko azimisa ngako, uma- sitike u-Rulumente aKapatananga nge- mfanelo no Matanzima. Kodwa, njengo- ko sesitshilo, ukuyibala Kwetu lenteto mayelana noguquguqulo olo besingaqwa- lasele Koluhlobo Iwokuma Kwezinto.