Title
eng Kangela Apa (IMVO_1885-02-16_i032)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Mrs Steinmetz
SubType of Article
eng Food
eng Clothes
eng Restaurant
Language
Locations Mentioned
eng Jaggersfontein
Newspaper Code
eng IMVO_1885-02-16
Identifier
eng IMVO_1885-02-16_i032
Word Count
eng 77
Print Page
eng IMVO_1885-02-16_p004
Page Spread
eng 4.4
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 4
Coder
eng Sipile Nqiyama
Umhlobo wenu u Mrs. STEINMETZ, Ovenkile ipambi kwe Kantoor, uyazisa ukuba ivenkile yake usandukuyilungisa wayandisa. Ininzi impahla entsha efikileyo. Yonke impahla yalevenkile ngoku ihlisiwe emananini. Yiyona venkile itengelayo e-Jagersfontein. Inempahla zentlobo zonke zamadoda nomankazana. Ngena ngapakati uzibonele. IBULUKWE zokusebenza nezokavata ziyalala. Ibatyi, Ihempe, Iminqwazi, Imibalo, kunye nezihlangu, Ac. Intlobo zonke zokutya ziko. Iswekile nekofu elungileyo. nziwa intlobo zonke zezonka. inezonka ezilungileyo. Umbona, Namazimba. Kwindlu yokubaka kweOzikook, Nesonka-Somtshato. Yiyona Bikhuis Kuko Nendlu ecokisekileyo yokudlela. Izixaso zifunyanwa ainaxa onke. (Akutengiswa tywala)., Qonda.- Impahla yalevenkile ilunge (i good koop) yonke.