Title
eng Ndipeni Umkondo (IMVO_1885-02-23_i007)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Bali, John
SubType of Article
eng Lost Property
Language
Locations Mentioned
eng Debe Nek
Date
27 December 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-02-23
Identifier
eng IMVO_1885-02-23_i007
Word Count
eng 27
Print Page
eng IMVO_1885-02-23_p001
Page Spread
eng 1.2
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
INKABI EMFUSA inebala elimhlope este- ndeni somlenze wase kohlo; inebala elimhlope emhlana elikutukileyo—indawo angati olibonayo lalike lanesilonda kudala. Iqala ukupuma amabamba. ITOKAZI ELIBOMVU elingenabala izihlatana zifutshane itshoba likwalifutshane.