Title
eng Kwabahlaulela Imvo (IMVO_1885-02-23_i015)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Jabavu, John Tengo
SubType of Article
eng Newspaper Payment
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-02-23
Identifier
eng IMVO_1885-02-23_i015
Word Count
eng 37
Print Page
eng IMVO_1885-02-23_p002
Page Spread
eng 2.1
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
ABABEHLAULELE inyanga ezintatu zokuqala kupela eza- pela ngo 31 January, 1885, bengekazihlauleli ezintatu eziqala ngo February lo mabaqonde kakuhle ukuba aya kunqu- nyanyiswa amapepa abo bade bawakulule ngentlaulo. Umntu unokuhlaulela ixesha elingapezu kwelenyanga ezintatu kodwa angahlauleli ngapantsi kwelo.