Title
eng Kangela Apa (IMVO_1885-02-23_i035)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Mrs Steinmetz
SubType of Article
eng Food
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Jaggersfontein
Newspaper Code
eng IMVO_1885-02-23
Identifier
eng IMVO_1885-02-23_i035
Word Count
eng 78
Print Page
eng IMVO_1885-02-23_p004
Page Spread
eng 4.4
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 4
Coder
eng Sipile Nqiyama
Umhlobo wenu u Mrs. STEINMETZ, JAGERSFONTEIN, Ovenkile ipambi kwe Kantoor, uyazisa ukuba ivenkile yake usandukuyilungisa wayandisa. Ininzi impahla entsba efikileyo. Yonke impahla yalevenkile ngoku ihlisiwe emananini. Yiyona venkile itengelayo e-Jagersfontein. Inempahla zentlobo zonke zamadoda nomankazana. Ngena ngapakati uzibonele. IBULUKWE zokusebenza nezokavata ziyalala. Ibatyi, Ihempe, Iminqwazi, Imibalo, kunye nezililangu, &c. Iswekile nekofu elungileyo. Umbona, Namazimba. Kwindlu yokubaka kwenziwa intlobo zonke zezonka. Ozikook, Nesonka-Somtshato. Yiyona Bakhuis inezonka ezilungileyo. Kuko Nendlu ecokisekileyo yokudlela. Izixaso zifunyanwa amaxa onke. (Akutengiswa tywala).' Qonda.— Impahla yalevenkile ilunge (i good koop) yonke.