Title
eng Pos' Iso Apo (IMVO_1885-03-02_i013)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Boxall, E.J.
SubType of Article
eng Blankets
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Qonce
Newspaper Code
eng IMVO_1885-03-02
Identifier
eng IMVO_1885-03-02_i013
Word Count
eng 38
Print Page
eng IMVO_1885-03-02_p001
Page Spread
eng 1.3
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 3
Coder
eng Sipile Nqiyama
Umsiki wentlobo zonke ezifuntvayo zengubo, No. 22, SMITH STREET, E - Q ONCE. Uhlala enento eninzi yezitofu ezifanelekileyo neziluhlaza apa bo. Ingubo xomtshato zenziwa ngokokufuna konintu kwisituba se yure ezilishumi. Uhlobo ezenziwa ngalo nokufaneleka kwazo akunakugxekwa bani. Paula—Intsebenzo yonke iqutywa ndlwini 'nye.