Title
eng Kangela Apa (IMVO_1885-03-02_i018)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Mrs Steinmetz
SubType of Article
eng Food
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Jaggersfontein
Newspaper Code
eng IMVO_1885-03-02
Identifier
eng IMVO_1885-03-02_i018
Word Count
eng 85
Print Page
eng IMVO_1885-03-02_p002
Page Spread
eng 2.4
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 4
Coder
eng Sipile Nqiyama
Umhlobo wenu u Mrs. STEINMETZ, JAGERSFONTEIN, O.F.S Ovenkile ipambi kwe Kantoor, uyazisa ukuba ivenkile yake usandukuyilungisa wayandisa. Ininzi impahla entsha efikileyo. Yonke impahla yalevenkile ngoku ihlisiwe emananini. Y iyona venkile itengelayo e-Jagersfontein. Inempahla zentlobo zonke zamadoda nomankazana. Ngena ngapakati uzibonele. IBULUKWE zokusebenza nezokavata ziyalala. Ibatyi, Ihempe, Iminqwazi, Itnibalo, kunye nezihlangu, &c. Intlobo zonke zokutya ziko. Iswekile nekofu elungileyo. Umbona, Nanjazimba. Kwindlu vokubaka kwe- nziwa intlobo zonke zezonka. Ozikook, Nesonka-Somtshato. Yiyona Bakhuis inezonka ezilungilevo. Kuko Nendlu ecokisekileyo yokudlela. Izixaso zifunyanwa amaxa onke. (Akutengiswa ty wala)., Qonda.— Impahla yalevenkile ilunge (i good koop) yonke