Title
eng Ezababaleli (isililo Saba Mbo) (IMVO_1885-03-02_i029)
Found in Newspaper
Article Type
xho Letter
Author of Article
eng Mekeni, H. Qebeyi
SubType of Article
eng Land
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-03-02
Identifier
eng IMVO_1885-03-02_i029
Word Count
eng 77
Print Page
eng IMVO_1885-03-02_p003
Page Spread
eng 3.4
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 4
Coder
eng Sipile Nqiyama
ISILILO SAB AMBO. Mcokeli.—Baba ngifakele lesi sililo.— Maye maye tina, okokuba ngezenjanina maye tina Mareledwane maye, sala kutyelwa sibona ngomopu, wayesitshele ubaba ozandla zimhlope, wati umhlaba awucandwe, maye sala tina, maye isala kutyelwa sibona ngomopu, singatinina masibe siyabona, singapiki akuti u-Baba makucandwe sivume. Maye ukuzenza Mareledwane, nalilahla ilifa ngenkani. Sesililela ngento eyenziwa ngabom maye tandana zika Lutsnaba zika Ngobizembe zika Mashwabada, nango umzi bantu ba- ka Lutshaba, mfana wakwa Majali, azi uyakutinina, ezinye intaka ziyakwaka ngoboya bako, maye.