Title
eng
Kangela Apa (IMVO_1885-03-02_i036)
Found in Newspaper
Article Type
xho
Ad
Author of Article
eng
Mrs Steinmetz
SubType of Article
eng
Food
eng
Clothes
Language
Locations Mentioned
eng
Jaggersfontein
Newspaper Code
eng
IMVO_1885-03-02
Identifier
eng
IMVO_1885-03-02_i036
Word Count
eng
85
Print Page
eng
IMVO_1885-03-02_p004
Page Spread
eng
4.4
Start Page of Article
eng
4
Print Column
eng
4
Coder
eng
Sipile Nqiyama
Umhlobo wenu u Mrs. STEINMETZ,
JAGERSFONTEIN, O.F.S Ovenkile ipambi kwe Kantoor, uyazisa ukuba ivenkile yake usandukuyilungisa wayandisa.
Ininzi impahla entsha efikileyo. Yonke impahla yalevenkile ngoku ihlisiwe emananini. Y iyona venkile itengelayo e-Jagersfontein. Inempahla zentlobo zonke zamadoda nomankazana. Ngena ngapakati uzibonele.
IBULUKWE zokusebenza nezokavata ziyalala.
Ibatyi, Ihempe, Iminqwazi, Itnibalo, kunye nezihlangu, &c. Intlobo zonke zokutya ziko.
Iswekile nekofu elungileyo. Umbona, Nanjazimba. Kwindlu vokubaka kwe- nziwa intlobo zonke zezonka. Ozikook, Nesonka-Somtshato. Yiyona Bakhuis inezonka ezilungilevo.
Kuko Nendlu ecokisekileyo yokudlela.
Izixaso zifunyanwa amaxa onke. (Akutengiswa ty wala)., Qonda.— Impahla yalevenkile ilunge (i good koop) yonke