Title
eng Kwabafumana Imvo (IMVO_1885-03-16_i003)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Jabavu, John Tengo
SubType of Article
eng Newspaper Payment
Language
Date
1 February 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-03-16
Identifier
eng IMVO_1885-03-16_i003
Word Count
eng 46
Print Page
eng IMVO_1885-03-16_p001
Page Spread
eng 1.1
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
ABABEHLAULELE inyanga ezintatu zokuqala kupela eza pela ngo 31 January, 1885, bengekazihlauleli ezintatu eziqala ngo February lo mabaqonde kakuhle ukuba aya kunqu nyanyiswa amapepa abo bade bawakulule ngentlaulo. Umntu unokuhlaulela ixesha elingapezulu kwelenyanga ezintatu kodwa angahlauleli ngapantsi kwelo. Amagosa aya celwa ukuba abehle azitumele imali Zabantu abagaseleyo.