Title
eng Abalimi Na Barwebi (IMVO_1885-03-16_i019)
Found in Newspaper
Article Type
xho Abalimi & Barwebi
SubType of Article
eng Food
Language
Locations Mentioned
eng Rini
eng Qonce
eng Cradock
Newspaper Code
eng IMVO_1885-03-16
Identifier
eng IMVO_1885-03-16_i019
Word Count
eng 228
Print Page
eng IMVO_1885-03-16_p003
Page Spread
eng 3.1
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
OMNYE umbaleli ubuza ukuba kutenina lento singasanika nteto ngento ezifanele ukulinywa ngezinyanga. Site sisate nqa ngulo mbuzo kuba apa e-Qonce sekumzuza singasafunani mvula sakumbula ukuba ezinye indawo zike zayifumana. Singati ke kumhlobo wetu kulenyanga ingu March kuko nto ibalulekele ukulinywa ngapandle kwembotyi ne erityisi. Irasi engavunwa iluhlaza nayo inokuhlwayelwa. Eli iikwalixesha lokutyala amatswele, nomakapetshu nentwana-ntwana eziluhlazana ezidliwa nenyama ngama Ngesi. Singacebisa abalimi ukuba balungesi imbewu zenqolowa ekutiwa ngu ' bariti ' ukuze bayihlwayele ekutwaseni ko April. E-MARKENI E.QONCE (March 14.) Inkuni, 5/ to 19/ ngeflara ihabile, 3/3 to 4/2 ngekulu Imipuru, 4d. to 10d. ngekulu ,, 5/ to 7/ ngeflara Irasi 7/9 to 8/11 ngenxowa Itapile, 4/ to 9/6 ngenxowa Amazimba, 14/6 ngekulu Umbona, 13/6 to 14/6 ngekulu Ibran, 4/6 ngenxowa Amatanga, 3/ to 8/9 ngedazini Ivatala, 4/1 ngedazini Ihangu ezinkulu, 16/ to 23/ inye E-RINI (March 13 ) Ibotolo, 2/10 to 3/2 ngeponti Irasi, 14/6 ngenxowa Ibran, 5/ to 5/7 ngenxowa Imbotyi, 6/3 ngekulu Amaqanda, 2/11 ngedazini Ihabile, 4/9 ngekulu Umbona, 25/3 ngenxowa Itswele, 2/6 to 7/ ngesiquma Itapile, 7/4 to 9/3 ngekulu Inqolowa, 8/ to 8/6 ngekulu Inkuni, 4/ to 28/ ngeflara E-CRADOCK (March 10). Ibotolo, 2/ to 3/ ngeponti Irasi, 15/ to 16/ ngekulu Ibran, 12/ ngenxowa Amadada, 2/6 lilinye lnkuku,1/6 inye Imfele zebokwe, 1/3 to 4/6 lilinye Amazimba, 29/ ngamakulu amabini Umgubo, 23/ to 26/ ngenxowa Umbona, 23/ ngenxowa Itapile, 10/ to 12/ ngekulu Inqolowa, 21/ to 22/ ngenxowa