Title
eng Kwabafumana Imvo (IMVO_1885-03-23_i028)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Jabavu, John Tengo
SubType of Article
eng Newspaper Payment
Language
Date
1 February 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-03-23
Identifier
eng IMVO_1885-03-23_i028
Word Count
eng 43
Print Page
eng IMVO_1885-03-23_p004
Page Spread
eng 4.2
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
ABABEHLAULELE inyanga ezintatu zokuqala kupela ezapela ngo 31 January, 1885, bengekazihlauleli ezintatu eziqala ngo February lo mabaqonde kakuhle ukuba aya kunqunyanyiswa amapepa abo bade bawakulule ngentlaulo. Umntu unokublaulela ixesha elingapezu kwelenyanga ezintatu kodwa angahlauleli ngapantsi kwelo. Amagosa ayacelwa ukuba abeble azitumele imali Zabantu abagaseleyo.