Title
eng Iholide Ze Easters 1885 (IMVO_1885-03-30_i004)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Price, T.R.
SubType of Article
eng Train Tickets
Language
Locations Mentioned
eng Monti
Date
1 March 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-03-30
Identifier
eng IMVO_1885-03-30_i004
Word Count
eng 180
Print Page
eng IMVO_1885-03-30_p001
Page Spread
eng 1.2
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
Ololiwe baka Rulumeni.—Isebe lase Mpuma-langa. EZITIKITI ahamba abuyelele ngazo umntu eziyakunikwa NGOLWESI-TATU, 1 APRIL, nentsuku ezilandelayo, de kube NGOLWESI-BINI, 7 APRIL, ziyakuba zisalungile ukuba umntu abuye ngazo, dekube NGOLWESI-BINI, 14 APRIL. ITIKITI ZOKUYA ABUYE ENDAWENI UMNTU ziyakumkwa kuzo zonke Izitishi ukuya na kusipini, NGEXABISO ELI LIBIZWA NGEHAMBO YOKUYA KULONDAWO KUPELA NGOLWESI-NE, APRIL 2, NOLWESI HLANU APRIL 3, NOMGQI BELO, APRIL 4, no MVULO APRIL 6, angabuya ngazo otandayo kwintsuku ezinganeno KOLWESI-BINI APRIL 7. NGOLWESI-NE, APRIL 2, yonduluka i Trent e Monti ngo 6 ngokuhlwa isinga e Qonce nase Komani, ihambe inqumama kwizitishi zonke ngelixesha imangalo xa sazeke ihamba kakade i Treni yangokuhlwa. YONDULUKA I TRENI e Qonce ngo 7-50 ngokuhlwa isinga e Monti ifike kona ngo 10-50 kwangokuhlwa. we Cawa ngapandle kokuba ke, yona i Treni esuka e Monti ng > 6 ngokuhlwa eya e Qonce nase Komani iyakuhamba. Nge EASTER MONDAY, April 6, kuko i Treni eyakunduluka e Komani ngo 7-10 ngokuhlwa isinga e Qonce nase Monti, ihambe inqumama kuzo zonke izitishi ; ihamba ngamaxesha ehamba ngawo kakade i Treni yangokuhlwa. Abantu bakwa loliwe abasakutwala, bengasakubuta, bengasakutumela mpahla iza ngomhla we GOOD FRIDAY ne EASTER MONDAY.