Title
eng Kanipe Umkondo (IMVO_1885-03-30_i010)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Motaung, A. Isaac
SubType of Article
eng Missing Person
Language
Locations Mentioned
eng Tarkastad
Date
6 March 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-03-30
Identifier
eng IMVO_1885-03-30_i010
Word Count
eng 37
Print Page
eng IMVO_1885-03-30_p001
Page Spread
eng 1.3
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 3
Coder
eng Sipile Nqiyama
BONISANI umfana kusoloko wemnka apa ngo kubanjwa waya Emonti ngo January 1883. Igama lake ngu Sanisi elinye ngu John Nkomo ; u yise ngu Jacob, ibala lake umnyama ; lirwanqa mfutsham. Umntu osilandise umkondo wovuzwa ngo kwaneleyo.