Title
eng Imvo Zabantsundu (IMVO_1885-04-08_i015)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
SubType of Article
eng Receipt
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-04-08
Identifier
eng IMVO_1885-04-08_i015
Word Count
eng 92
Print Page
eng IMVO_1885-04-08_p002
Page Spread
eng 2.1
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
Abamnkeli beli pepa baya- ziswa ukuba abanakutunyelwa irisiti (receipts) ngemali engapantsi kwe 10/. Ixesha abahlaulela Iona boliqonda ngokulifumana nokungali- fumani kwabo ipepa. Kuba kungatunyelwa mapepa kubantu abangablaulanga kwa- ngapambili. Kambe kule nyanga silindele inkozo zenyanga eziqala ngo May 1, 1885. Oku kubekiswe kwababehlaulele ezintatu inyanga kupela. Amapepa angahlaulelweyo ayakubabanjwade ifike imali yokuwa kulula. Abamnkeli bayacelwa ukuba intlaulo yabo bayise ekupeleni ko September, 1885, ibe 5/. Abafuna ukuyisa ekupeleni konyaka bangahlaula 8. Abantu abaqala ukulamnkela ipepa ekuqaleni kwalo nyaka bahlaulela inyanga ezintatu bayaziswa ukuba ixesha labo lipele ngo 31 March. Ingafiki imali yabo liyabanjwa ipepa.