Title
eng Isaziso Esona (IMVO_1885-04-08_i029)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Carter, W.O.
SubType of Article
eng Food
eng Clothes
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-04-08
Identifier
eng IMVO_1885-04-08_i029
Word Count
eng 66
Print Page
eng IMVO_1885-04-08_p004
Page Spread
eng 4.3
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 3
Coder
eng Sipile Nqiyama
Kutengiswa ngoku ngama- nani apantsi natotyiweyo— Into eninzi kunene yencawa ezifanele abantu basesikolweni, kwanezimigca ngaminye nangamibini ezilungele amaqaba. Kusand'ukufika kananjalo impahla yetu Entsha evela e Amelika amakuba amashumi asixenxe anantlanu owona ohlobo aye enokufunyanwa ngamanani abulula bungazana babako. Kufike nesukila emhlope nebomvu evela e Natala amanani azo atotywa nangapezu kokwalenyanga ifileyo. Kufike namakulu omabini etauli ezidla i-dobilityi zone nehalafu inye, oko kukuti zintatu ngesheleni. Intlobontlobo zengubo zamadoda nezamakwenkwe.