Title
eng Amanqaku (IMVO_1885-04-13_i019)
Found in Newspaper
Article Type
xho Article
SubType of Article
eng News Summary
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-04-13
Identifier
eng IMVO_1885-04-13_i019
Word Count
eng 281
Print Page
eng IMVO_1885-04-13_p003
Page Spread
eng 3.1
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
UMHLOBO wetu omhlope esiqinise- kileyo ukuba ukwangumhlobo wabantu bakowetu uti esibalela 'Ndikolisiwe ku- ikuba ute wacela amawenu ukuba ancede Inkosazana, nditemba ukuba bayakwe- njenjalo kuba beyakufumana ukubabade benza into eyakubazela nento eninzi yamalungelo. Abantu base England bangavuyiswa kunene kukuzinikelaoku- njalo, baze benze imbuyekezo engape- zulu. Makukunjulwe kanjako ukuba pantsi kolulaulo esikulo akukolusizo kwabantsundu ngapandle kokuba lube luvela pesheya. Ndike ndafunda isiqe- ndu kwipepa la pesheya esiti zonke ikoloni zilunikile uncedo kulaulo lwa pesheya ngapandle kweyase Kapa. Hayi into ebiyakubantle ukuba elihlazo diindaka beliyakusulwa ngabantsundu.' Sesacinga ukuba ibiyakuba lilungelo nge- ndlela zonke kuti bantsundu ukuba sizi- nikelele ukunceda u-Rulumeni wa Pe- sheya. UMHLOBO wetu i Journal angahlala ngokonwaba ngendawo yokuba siwavi- sisile asiwavisisanga sinina amazwi ku Mr. Theron, M.L.A., olilungu le Paia inente lase Richmond olivelisileyo itupa lemfene. Lenteto ilandelayo siyikupa kwipepa lase Rini i Journal' lyakuba yinto yobudenge ukuba tina Mabulu siyakuti siyivakalise kwangoku into esiya kuti siyenze ngabantu abamnyama xa bete bayekelelwa lulaulo Iwa Pesheya kwezetu izandla, ngapambi kokuba sibe sibanikelwe.' Wenjenjalo ukuteta uMr. Theron, M.L.A., unobala wembumba ya Mabulu. Kodwa ngati abantsundu sebe- yasi into ekuyakuba yiyo ngapandle kokuba bade batyelwe nga Mabulu. Tmvo Zabantsundu zinokuyiqasha into ayakuyigcakamela Amabulu bakubaseza- ndleni zabo abantsundu ngokukodwa kwiinicimbi enjenge yemihlaba, imfanelo zokuteta emicimbini yolaulo, nemfundo, njalo, njalo. Oku kunokubonwa kwi- nteto ezinjengezaniabandla embumba za Mabulu nempato yabamnyama kwela Bahlambeli nase Transvaal. KWINGXELO yentlanganiso ya Mabulu ebise Bobotblo sifumana esisigqibo ' Lentlanganiso ieinga ukuba kufuneka kumiselwe ngu Ruluineni umtelo obu- kali we Pasi, ze ezipasi zibe nesincama- tiselo. Oku kuvunyelwe emva kokuba bekwahlulelwene aza amacala alingana kwada kwavota umongameli.' Sipaula ukuba kanti nala mabandla anokude ahlulelanena ngomcimbi we pasi ebukali Silila yindawo yokuba ingxelo ingavaka- lisi ukuba ipike belinganina kuba beku- qakuba mnandi ukukuva oko