Title
eng Impawana (IMVO_1885-04-13_i025)
Found in Newspaper
Article Type
xho Article
SubType of Article
eng Disease
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-04-13
Identifier
eng IMVO_1885-04-13_i025
Word Count
eng 245
Print Page
eng IMVO_1885-04-13_p003
Page Spread
eng 3.3
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 3
Coder
eng Sipile Nqiyama
Ose Tyume uti:—Amadoda afileyo yi- ngqakaqa matandatu, abantwana bata- ndatu, umfazi mnye. Kade kulingwa ngu Chief B. Mabandla kwasweleka abancedi ukuba ukuba abantu mabanga- hambelani, kungoko ukufa kwandile- yonje apa kwa Mabandla. Umfana we¬nkosi yctu ngumfana oqabukileyo uku- kangela xa konakalavo. *** NDIVA ukuba seliyinkungu nelauga abantu abamhlope nabamnyama kwi- sitishi sase Gqili abakangele ukuba bafnmane umsebenzi. Uloliwe akaka- sungulwangepike elikoyo e-Dayimani ngendawo eziyakuba kuzo izitishi. Kakamsinyane kodwa lipelile ipike elo uyakumbiwa kwindawo ezine ngaxesha nye: ezizezi, wotatyatwa e-Kimberley asiwe kwindawo yentlangano; kwintlan- yano nase Kimberley abekiswe emlanjeni eGqili ; nase Gqili, ek'oko ukusinga e-Dayimani. Kambe kulindelwe ukuba agqitywe kwisituba senyanga ezisixenxe. *** ' KUKO isiko elibi kunene kulo loliwe usuka e-Monti nase Qonce uya e-Bekes- doropu, lokuba kumiselwe ukuba wonke obala limnyama makati ngapambi kokuba akwele abonise ipasi yokuba akahliwe ngqakaqa. Lento ndiyapinda ukuyiva ngencwadi yoti, ebalela kwipepa lase Monti, ungu ' Nigola kodwa.' Ndisiva mna isijigesi saloncwadi ngati ibalwe lingesi 1'amanzi, okokukuti eli- funde kanobom. Ukuba ndiyaposisa, ndiyamneoma kanye lo ' Nigala kodwa' Ngesingesi sake esihlambululekileyo. Incwadi leyo inokufunyanwa kwinteto zombini kweminye imihlati kwakweli pepa. A friend of the family asked an editor recently why he allowed his wife to beat him. ' Well what am I to do? ' was the reply ; ' the doctor has ordered her to take plenty of exercise ! ' In a fashionable novel the author says : 'Lady Emma trembled, grew pale, and fainted.' The printer, putting p instead of rendered it, ' The lady grew pale, and immediately painted.'