Title
eng Iholide Ze Easters 1885 (IMVO_1885-04-13_i034)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Price, T.R.
SubType of Article
eng Tickets
Language
Locations Mentioned
eng Monti
Date
1 March 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-04-13
Identifier
eng IMVO_1885-04-13_i034
Word Count
eng 192
Print Page
eng IMVO_1885-04-13_p004
Page Spread
eng 4.4
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 4
Coder
eng Sipile Nqiyama
Ololiwe baka Rulumeni—Isebe lase Mpumalanga. IHOLIDE ZE EASTER, 1885. EZITIKITI ahamba abuyelele ngazo umntu eziyakunikwa NGOLWESI-TATU, 1 APRIL, nentsuku ezilandelayo, de kube NGOLWESI-BINI, 7 APRIL, ziyakuba zisalungile ukuba umntu abuye ngazo, dekube NGOLWESI-BINI, 14 APRIL. ITIKITI ZOKUYA ABUYE ENDAWENI UMNTU ziyakumkwa kuzo zonke Izitishi ukuya na kusipini, NGEXABISO ELI LIBIZWA NGEHAMBO YOKUYA KULONDAWO KUPELA NGOLWESI-NE, APRIL 2, NOLWESI HLANU APRIL 3, NOMGQIBELO, APRIL 4, no MVULO APRIL 6, angabuva ngazo otandayo kwintsuku ezinganeno KOLWESI-BINI APRIL 7. NGOLWESI-NE, APRIL 2, yonduluka i Treni e Monti ngo 6 ngokuhlwa isinga e Qonce nase Komani, ihambe inqumama kwizitishi zonke ngelixesha imangalo xa sazekeihamba kakade i Treni yangokuhlwa. YONDULUKA I TRENI e Qonce ngo 7'50 ngokuhlwa isinga e Monti ifike kona ngo 10'50 kwangokuhlwa. NGE GOOD FRIDAY, APRIL 3, ziyakuhamba i Treni njengokuba zihamba ngomhla we Cawa ngapandle kokuba ke, yona i Treni esuka e Monti ngo 6 ngokuhlwa eya e Qonce nase Komani iyakuhamba. - .a Nge EASTER MONDAY, April 6, kuko i Treni eyakunduluka e Komani ngo 7'10 ngokuhlwa isinga e Qonce nase Monti, ihambe inqumama kuzo zonke izitishi; ihamba ngamaxesha ehamba ngawo kakade i Treni yangokuhlwa. Abantu bakwa loliwe abasakutwala, bengasakubuta, bengazakutumela mpahla iza ngomhla we GOOD FRIDAY ne EASTER MONDAY.