Title
eng Kangela Apa (IMVO_1885-04-13_i036)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Mrs Steinmetz
SubType of Article
eng Food
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Jaggersfontein
Newspaper Code
eng IMVO_1885-04-13
Identifier
eng IMVO_1885-04-13_i036
Word Count
eng 70
Print Page
eng IMVO_1885-04-13_p004
Page Spread
eng 4.4
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 4
Coder
eng Sipile Nqiyama
Umhlobo wenu u Mrs. STEINMETZ, Ovenkile ipambi kwe Kantoor, uyazisa ukuba ivenkile yake usandukuyilungisa wayaudisa. Ininzi impahla entsha efikileyo. lonke impahla yalevenkile ngoku ihlisiwe emananini. Yiyona venkile itengelayo e-Jagersfontein. Inempahla zentlobo zonke zamadoda nomankazana. Ngena ngapakati uzibonele. IBULUKWE zokusebenza nezokavata ziyalala. Ibatyi, Ihempe, Iminqwazi, Imibalo, kunye nezihlangu, &c. Intlobo zonke zokutya ziko. Iswekile nekofu elungileyo. nziwa intlobo zonke zezonka. inezonka ezilungileyo. Kuko Nendlu ecokisekileyo yokudlela. Izixaso zifunyanwa amaxa onke. (Akutengiswa tywala). Qonda — Impahla yalevenkile ilunge (i good koop) yonke.