Title
eng
Pos' Iso Apo (IMVO_1885-04-20_i012)
Found in Newspaper
Article Type
xho
Ad
Author of Article
eng
Boxall, E.J.
SubType of Article
eng
Blankets
eng
Clothes
Language
Locations Mentioned
eng
Qonce
Newspaper Code
eng
IMVO_1885-04-20
Identifier
eng
IMVO_1885-04-20_i012
Word Count
eng
34
Print Page
eng
IMVO_1885-04-20_p001
Page Spread
eng
1.3
Start Page of Article
eng
1
Print Column
eng
3
Coder
eng
Sipile Nqiyama
Umsiki wentlobo zonke ezifunwayo zengubo, No. 22, SMITH STREET,
E-QONCE
Uhlala enento eninzi yezitofu ezifanelekileyo neziluhlaza apa bo.
Ingubo zomtshato zenziwa ngokokufuna konintu kwisituba se yure ezilishumi.
Uhlobo ezenziwa ngalo nokufaneleka kwazo akunakugxekwa bani.
Paula—Intsebenzo yonke iqutywa ndlwini 'nye.