Title
eng Abatshatileyo (IMVO_1885-04-20_i028)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
SubType of Article
eng Marriage
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-04-20
Identifier
eng IMVO_1885-04-20_i028
Word Count
eng 58
Print Page
eng IMVO_1885-04-20_p004
Page Spread
eng 4.3
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 3
Coder
eng Sipile Nqiyama
LOKWE-MAYA.—Kutshatiswe e Ncolosi, ngo 7 April, 1885, ngu Rev. A. Gibson, M.A., u JOHN LOKWE, unyana ka Stephen Lokwe wase Waqu no ELIZA MAYA intombi enci ka Bizo Maya wase Ncolosi, kwa Tsolo. NDLELA-MAYA.—Ngo 7 April, 1885, e NcoJosi kwa Tsolo, kutshatiswe ngu Rev. A. Gibson, M.A. U-JEREMIAH NDLELA wase Nxu no REBECCA MAYA intombi enkulu ka Bizo Maya.