Title
eng Kangela Apa (IMVO_1885-04-20_i030)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Mrs Steinmetz
SubType of Article
eng Clothes
eng Food
eng Blankets
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-04-20
Identifier
eng IMVO_1885-04-20_i030
Word Count
eng 77
Print Page
eng IMVO_1885-04-20_p004
Page Spread
eng 4.4
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 4
Coder
eng Sipile Nqiyama
Umhlobo wenu u Mrs. STEINMETZ, Ovenkile ipambi kwe Kantoor, uyazisa ukuba ivenkile yake usandukuyilungisa wayandisa. Ininzi impahla entsha efikileyo. Yonke impahla yalevenkile ngoku ihlisiweemananini. Yiyona venkile itengelayo e-Jagersfontein. Inempahla zentlobo zonke zamadoda nomankazana. Ngena ngapakati uzibonele. IBULUKWE zokusebenza nezokavata ziyalala. Ibatyi, Ihempe, Iminqwazi, Imibalo, kunye nezihlangu, &c. Intlobo zonke zokutya ziko. Iswekile nekofu elungileyo. nziwa intlobo zonke zezonka. inezonka ezilungileyo. Umbona, Namazimba. Kwindlu yokubaka kwe- Ozikook, Nesonka-Somtshato. Yiyona Bakhuis Kuko Nendlu ecokisekileyo yokudlela. Izixaso zifunyanwa amaxa onke. (Akutengiswa tywala). Qonda— Impahla yalevenkile ilunge (i good koop) yonke.