Title
eng Isaziso Esona (IMVO_1885-04-27_i010)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Carter, W.O.
SubType of Article
eng Blankets
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Qonce
Newspaper Code
eng IMVO_1885-04-27
Identifier
eng IMVO_1885-04-27_i010
Word Count
eng 65
Print Page
eng IMVO_1885-04-27_p001
Page Spread
eng 1.3
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 3
Coder
eng Sipile Nqiyama
Kutengiswa ngoku ngamanani apantsi natotyiweyo— Into eninzi kunene yencawa ezifanele abantu basesikolweni, kwanezimigca ngaminye nangamibini ezilungele amaqaba. Kusand' ukufika kananjalo impahla yetu entsha evela e Amelika amakuba amashumi asixenxe anantlanu awona ohlobo aye enokufunyanwa ngamanani abulula bungazanga babako. Kufike nesukila emhlope nebomvu evela e Natala amanani azo atotywa nangapezu kokwalenyanga ifileyo. Kufike namakulu o-mabini etauli ezidla I dobilityi zone nehalafu inye, oko kukuti zintatu ngesheleni. Intlobontlobo zengubo za-madoda nezamakwenkwe.