Title
eng Ibala Le Cricket (IMVO_1885-05-11_i026)
Found in Newspaper
Article Type
xho Sports Report
SubType of Article
eng Cricket
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-05-11
Identifier
eng IMVO_1885-05-11_i026
Word Count
eng 558
Print Page
eng IMVO_1885-05-11_p003
Page Spread
eng 3.4
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 4
Coder
eng Sipile Nqiyama
PORT ELIZABETH. FEAR NOT C.C. VS. ETHIOPIAN C.C. Kwi Mvo ze 1st December 1884, nabali- selwa ngu ' Mtandi we Cricket,' ngoko- yiswa kwe Fear Not yi Ethiopian. Sati noko seva into embi ukuba soyisiwe, se- va ubuhlungu ngakumbi sakubona uku- qayisa kwama Tiyopiya, lati Iona izwi lokuba aye gushelwe imbokotwe ngama Fear Not lafuna ukubanga umoya ombi. Hayi sayitiba impi entsha, sati inayinga- ngxami asiyiyo ngqalo ukuti inkunzana esuselayo ike idale iziganeko. Sayekake. Ngeloxeshake kwakuxa kuvulwa le sea¬son. Site sakuyimema i-Tiyopiya kamva ayake itsho ukuba mayidlale nento eya- zikupa ngenanikazi eliyi 30 runs, yati kanye ukuze idlale nati makudlalelwe into nokuba yibola. Site hayi apo kuba imidlalo enjalo inobubi pakati. Kute kupi kwafuneka ukuba kudlalwe nama Ngesi, yabe i Fear Not imaxesha mabini imana idlala namanene Amangesi e Cra- dock Place, iwoyisa. Siwavenile ke tina Amangesi Fear Not, sawuhlaba umkosi kwi Tiyopiya, yavuma yangenisa isixe- nxe, saxola kungenisa isine ngokunqena ukuyitunuka. Niyazike ukuba yoyiswa imidaka ngokumdaka nge 21 March. Ibola ekwafuneka ukuba itengwe ngoku- ti abadlali barole Is. emnye kwavunye- Iwana ukuba kuze kudlalelwe yona ka¬mva. Kudlaliwe nge 11 April 1885. Ku¬ngene i Fear Not kuqala, yenza 78. Kwa- ngena i Tiyopiya, yenza 47, apela ama- ngeno okuqala kunye nokutshona kwe gala, wati umntu—next Saturday! Ufiki- le u Mgqibelo 18th April yangena kanja- lo i Fear Not yema ne 30. Ingene i Ethi¬opian yenza 30, kusasele one wicket to fall. Ute umntu kuhlwile! Lo wicket inye yowa ngozo. 'Yinile! lomfo wase Tiyopiya wenzani?' Batsho ababoneli macala onke. Hayi, sayeka. Ufikile u Mgqibelo wesitatu (25 April). Zawa into¬nga nqina ngebola yesitatu kungenziwa- nga nanye. Alicimekanga ihlazo ebelifu- na ukucinywa yi Capt. ye Ethiopian nge inning ipela kuba kuzozombini i innings abafikanga kwi 78 ye Fear Not, bapele kwi 77. Zingalipina icala imbokotwe namhla? Naso i score:— FEAR NOT C. C. FIRST INNINGS. R. Siyolo, b Bopi 0 J. April, b Pezisa fi T. Klaas, b Bopi 5 S. Boyce, b 2 F. Makwena, b Ross (i A. Ngcozajc Morley b Bopi ... 4 W. Swartbooi, b Bopi 18 J. Notyoda. b Ross 17 M. Foley, Capt. not out 3 J. Radasi. b Bopi 1 P. Rwexu, b Ross 2 Extras 19 Total 78 SECOND INNINGS. R. Siyolo, c Xiniwe b Pezisa ... 2 J. April, b Ross 3 T. Klaas, run out 5 A. Ngcoza. run out 3 M. Foley Capt.. b Pezisa 4 B. Swartbooi, run out 0 F. Makwena, b Pezisa 0 J. Radas', b Ross 0 P. Rwexu, b ' 2 J. William, not out 0 J. Mpindwa, b Ross 0 Extras H Total 13 78 Grand Total 193 ETHIOPIAN C. C. FIRST INNINGS. A, Ma hope, b Foley 11 F. Nyoka, b Swartbooi ... 0 H. Pezisa, b Foley 0 J. Mdana. b Foley ... 8 I). Nqhina, h Swartbooi 1 A. Ross, b Foley 0 R. Christian, c Radasi b Swartbooi 1 P. Xiniwe, <'apt., b Foley ... 7 J. Morley, b Foies 0 C. Bopi, not out 8 W. Mazantsi, run out 1 Extras 10 Total 47 SECOND INNINGS. C. Bopi, run out 4 J. Mdana, b Foley 3 F. Nyoka, b Swartbooi 7 W. Mazants', c Siyolo b Folej' ... 0 A. Mabope, b Foley 1 R. Christian, b 3 A. Ross, b 0 H. Pezisa, c Swartbooi b Foley... 2 P. Xiniwe, Capt., not out 5 J. Morley, lbw 0 D. Nqhina, b Foley 1 Extras 4 Total 30 47 Grand Total 77