Title
eng Imvo Zabantsundu (IMVO_1885-05-11_i030)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
SubType of Article
eng Newspaper Payment
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-05-11
Identifier
eng IMVO_1885-05-11_i030
Word Count
eng 70
Print Page
eng IMVO_1885-05-11_p004
Page Spread
eng 4.5
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 5
Coder
eng Sipile Nqiyama
LIXESHA LOKUHLAULA. Kambe kule nyanga sili- ndele inkozo zenyanga ezi- qala ngo May 1, 1885. Oku kubekiswe kwababehlaulele ezintatu inyanga kupela. Amapepa angahlaulelweyo ayakubanjwa de ifike imali yokuwa kulula. Abamnkeli bayacelwa ukuba intlaulo yabo bayise ekupeleni ko September, 1885, ibe 5/. Abafuna ukuyisa ekupemni konyaka bangahlaula 8/. Abantu abaqala ukula- mnkela ipepa ekuqaleni kwalo nyaka bahlaulela T- nyanga ezintatu bayaziswa ukuba ixesha labo lipele ngo 31 March. Ingafiki imali yabo liyabanjwa ipepa.