Title
eng Imidlalo E Monti (IMVO_1885-05-18_i003)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Price, T.R.
SubType of Article
eng Train Tickets
Language
Locations Mentioned
eng Monti
Date
1 May 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-05-18
Identifier
eng IMVO_1885-05-18_i003
Word Count
eng 80
Print Page
eng IMVO_1885-05-18_p001
Page Spread
eng 1.1
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
Ololiwe baka Rulumeni—Belase Maxoseni. Imidlalo e Monti, Ngo 23 May, Neholide Yango-Mvulo, 25 May, 1885. TTIKITI zehambo yokusinga paya nokubuya zehambo engapezu kwe mayele ezi 40 ziya. kwabiwa Ngolwesi Hlanu, 22 May, nemini ezilandelayo, angati umntu abuye Ngolwesi-Hlanu, 12 June. Itikiti zekilasi zontatu zokusinga paya nokubuya, zexabiso elingange le hambo enye ziyakwabiwa kuzo zonke izitishi Ngolwesi-Ne May 21, Ngo- Iwesi-Hlanu, May 22, Ngomgqibelo May 23, Nango-Mvulo May 25, angabuya ngazo umntu Ngo-Mgqibelo May 30. Abantu bakwaloliwe abayi kutvrala, babute, mpahla ngo Mvulo May 25.