Title
eng Imvo Zabantsundu (IMVO_1885-05-18_i025)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
SubType of Article
eng Newspaper Payment
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-05-18
Identifier
eng IMVO_1885-05-18_i025
Word Count
eng 66
Print Page
eng IMVO_1885-05-18_p002
Page Spread
eng 2.3
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 3
Coder
eng Sipile Nqiyama
LIXESHA LOKUHLAULA. Kambe kule nyanga silindele inkozo zenyanga eziqala ngo May 1, 1885. Oku kubekiswe kwababehlaulele ezintatu inyanga kupela. Amapepa angahlaulelweyo ayakubanjwa de ifike imali yokuwa kulula. Abamnkeli bayacelwa ukuba intlaulo yabo bayise ekupeleni ko September, 1885, ibe 5/. Abafuna ukuyisa ekupeleni konyaka bangablaula 8'. Abantu abaqpla ukulamnkela ipepa ekuqaleni kwalo nyaka bahlaulela inyanga ezintatu bayaziswa ukuba ixesha labo lipele ngo 31 March. Ingafiki imali yabo liyabanjwa ipepa.