Title
eng Isaziso Sabapati Bomzi (IMVO_1885-05-27_i009)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Dunbar, W
SubType of Article
eng Dangerous Road
Language
Locations Mentioned
eng Qonce
Date
13 May 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-05-27
Identifier
eng IMVO_1885-05-27_i009
Word Count
eng 44
Print Page
eng IMVO_1885-05-27_p001
Page Spread
eng 1.1
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
Indlela emayingahanjwa. KUYAZISWA kubo bonke ukuba Abapati bomzi wase Qonce bazisiwe ukuba kuko indlelana eyilwe ngaba qubi benqwelo kumhlaba womzi, ngasetoleni yale ndlela iya e Komani. Ubani ofunyenwe equba inqwelo ngale ndlela, mhlaimbi engahambi nge ndlela yenqwelo kakade uyakudliwa £5; lento ke iyakwenziwa emva kolusuku