Title
eng
Imvo Zabantsundu (IMVO_1885-05-27_i018)
Found in Newspaper
Article Type
xho
Announcement
SubType of Article
eng
Newspaper Payment
Language
Newspaper Code
eng
IMVO_1885-05-27
Identifier
eng
IMVO_1885-05-27_i018
Word Count
eng
66
Print Page
eng
IMVO_1885-05-27_p002
Page Spread
eng
2.1
Start Page of Article
eng
2
Print Column
eng
1
Coder
eng
Sipile Nqiyama
LIXESHA LOKUHLAULA.
Kambe kule nyanga silindele inkozo zenyanga eziqala ngo May 1, 1885. Oku kubekiswe kwababehlaulele ezintatu inyanga kupela. Amapepa angahlaulelweyo ayakubanjwa de ifike imali yokuwa kulula. Abamnkeli bayacelwa ukuba intlaulo yabo bayise ekupeleni ko September, 1885, ibe 5/. Abafuna ukuyisa ekupeleni konyaka bangahlaula 8/.
Abantu abaqala ukulamnkela ipepa ekuqaleni kwalo nyaka bahlaulela inyanga ezintatu bayaziswa ukuba ixesha labo lipele ngo 31 March. Ingafiki imali yabo liyabanjwa ipepa.