Title
eng Isaziso Esona (IMVO_1885-05-27_i043)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Carter, W.O.
SubType of Article
eng Blankets
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Qonce
Newspaper Code
eng IMVO_1885-05-27
Identifier
eng IMVO_1885-05-27_i043
Word Count
eng 66
Print Page
eng IMVO_1885-05-27_p004
Page Spread
eng 4.5
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 5
Coder
eng Sipile Nqiyama
Kutengiswa ngoku ngamanani apantsi natotyiweyo— Into eninzi kunene yencawa ezifanele abantu basesikolweni, kwanezimigca ngaminye nangamibini ezilungele amaqaba Kusand' nkufika kananjalo impahla yetu entsha evela e Amelika amakuba amashumi asixenxe anantlanu awona ohlobo aye enokufunyanwa ngamanani abulula bungazanga babako. Kufike nesukila emhlope nebomvu evela e Natala amanani azo atotywa nanga pezu kokwalenyanga ifileyo. Kufike namakulu omabini etauli ezidla idobilityi zone nehalafu inye, oko kukuti zintatu ngesheleni. Intlobontlobo zengubo zamadoda nezamakwenkwe.