Title
eng Pos' Iso Apo (IMVO_1885-06-03-i006)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Boxall, E.J.
SubType of Article
eng Blankets
eng Clothes
Language
Locations Mentioned
eng Qonce
Newspaper Code
eng IMVO_1885-06-03
Identifier
eng IMVO_1885-06-03-i006
Word Count
eng 39
Print Page
eng IMVO-1885-06-03-p001
Page Spread
eng 1.2
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 2
Coder
eng Sipile Nqiyama
E. J. BOXALL, Umsiki wentlobo zonke ezifunwayo zengubo No. 22, SMITH ' STREET, Uhlala enento eninzi yezitofu ezifanelekileyo neziluhlaza apa bo. Ingubo zomtshato zenziwa ngokokufuna komntu kwisituba se yure ezilishumi. Uhlobo ezenziwa ngalo nokufaneleka kwazo akunakugxekwa bani. Paula—Intsebenzo yonke iqutywa ndlwini 'nye.